Uisaya 17:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokokuba ùmlibele uThixo, umsindisi wakho, akwalikhumbula neliwa lokunqaba kwakho; ngenxa yoko watyala izityalo ezimnandi, wamilisela kuzo iintswazi zomdiliya wasemzini.

Uisaya 17

Uisaya 17:2-12