Uisaya 16:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko uMowabhi uya kubhomboloza ngenxa kaMowabhi; bonke bephela baya kubhomboloza; niya kunkwinizela izicumba zeerasintyisi zaseKir-hareshete, nithe dakumba kanye.

Uisaya 16

Uisaya 16:1-8