Uisaya 15:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Intliziyo yam iyakhala ngokubona uMowabhi, omivalo ide yesa eTsohare, elithokazi elilizibulekazi; kuba banyuka eqhineni laseLuhiti belila; kuba endleleni yaseHoronayim bakhaliswa kukwaphulwa kwabo;

Uisaya 15

Uisaya 15:1-9