Uisaya 13:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba iinkwenkwezi zezulu namakroza alo akayi kukhanyisa kukhanya kwawo; liya kuba mnyama ilanga ekuphumeni kwalo, inyanga ingabi mhlophe ukukhanya kwayo.

Uisaya 13

Uisaya 13:6-16