Uisaya 10:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba úthe, Ndenzé ngamandla esandla sam nangobulumko bam; ngokuba ndinengqondo, ndayishenxisa imida yezizwe, ndaziphanga iimpahla zazo, ndabahlisa njengenkunzi eyimbalasane abahleli ezitroneni;

Uisaya 10

Uisaya 10:11-14