Uisaya 1:27-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) IZiyon iya kukhululwa ngokusesikweni, nabaguquki bayo ngobulungisa; ukwaphulwa kwabakreqi naboni kube kunye