Uisaya 1:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yivani, mazulu; bekani indlebe, hlabathi, ngokuba kuthetha uYehova. Uthi, Ndikhulisé abantwana ndabondla, besuka bakreqa kum.

Uisaya 1

Uisaya 1:1-5