Uhoseya 8:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba behlwayelé umoya, baya kuvuna isaqhwithi. Akukho zimba kuwo; isithombo asenzi sikhwebu; nokuba besithe saba naso, besiya kudliwa ngabasemzini.

Uhoseya 8

Uhoseya 8:1-14