Uhoseya 8:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba uSirayeli wamlibala uMenzi wakhe, wákha amabhotwe; uYuda wayandisa imizi enqatyisiweyo. Ke mna ndiya kuthumela umlilo emizini yakhe, uzidle iingxande zakhe ezinde.

Uhoseya 8

Uhoseya 8:8-14