Uhoseya 7:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba bayisondezé intlixiyo yabo emlaleni wabo, ngathi kusezikweni lezonka; bonke ubusuku ulele umoji-zonka wabo; kusasa lona livutha njengomlilo olenyayo.

Uhoseya 7

Uhoseya 7:3-8