Uhoseya 7:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bayabuya, kodwa ababuyeli phezulu; banjengesaphetha esityeketyeke. Baya kuwa likrele abathetheli babo, ngenxa yobhavumo lolwimi lwabo. Oko kukugculelwa kwabo ezweni laseYiputa.

Uhoseya 7

Uhoseya 7:9-16