Uhoseya 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekumphiliseni kwam uSirayeli, kusuke kutyhileke ubugwenxa bukaEfrayim nobubi bakwaSamari; kuba besebenza ubuxoki, isela lingéne, amatutu abhunyule ngaphandle.

Uhoseya 7

Uhoseya 7:1-3