Uhoseya 6:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mandikuthini na, Efrayim? Mandikuthini na, Yuda? Uthando lwenu lunjengelifu lomso, lunjengombethe ophela kwakusasa.

Uhoseya 6

Uhoseya 6:1-5