Uhoseya 5:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bánginiza kuYehova, kuba bezele oonyana abangengabo; ngoku ke ukuthwasa kwenyanga kuyabadla, kunye nezahlulo zabo zomhlaba.

Uhoseya 5

Uhoseya 5:1-15