Uhoseya 2:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba unina uhenyuzile, wenzé okuziintloni umzali wabo; ngokuba wathi, Ndiya kulandela izithandane zam, ezindinika isonka sam, namanzi am, uboya bam begusha neflakisi* yam, ioli yam nento endiyiselayo.

Uhoseya 2

Uhoseya 2:3-6