Uhoseya 2:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndomnika izidiliya zakhe, zithabathele khona, nentili yeAkore ibe lisango lethemba, aphendule khona njengeemini zobuncinane bakhe, nanjengemini yokunyuka kwakhe, ephuma ezweni laseYiputa.

Uhoseya 2

Uhoseya 2:7-23