Uhoseya 2:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndoluphelisa lonke uvuyo lwakhe, umthendeleko wakhe, nokuthwasa kwenyanga kuye, neesabatha zakhe, namaxesha akhe onke amisiweyo.

Uhoseya 2

Uhoseya 2:8-19