Uhoseya 14:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kuba njengombethe kuSirayeli; úya kutyatyamba njengenyibiba, endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.

Uhoseya 14

Uhoseya 14:1-9