Uhoseya 13:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndothi gaga kubo njengebhere* ehluthwe amathole ayo, ndiwukrazùle umhlehlo wentliziyo yabo, ndibàdle khona njengengonyamakazi; amarhamncwa asendle aya kubadlavula.

Uhoseya 13

Uhoseya 13:5-16