Uhoseya 13:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Úphi na ngoku ukumkani wakho, ukuba angakusindisi emizini yakho yonke? Baphi na ngokunje abagwebi bakho abo, wàthi, Ndínike ukumkani nabathetheli?

Uhoseya 13

Uhoseya 13:7-16