Uhoseya 12:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanti mna ndinguYehova, uThixo wakho nje, kwasezweni laseYiputa; ndisaya kukubeka ezintenteni, njengokwemihla yomthendeleko.

Uhoseya 12

Uhoseya 12:1-10