Uhoseya 12:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UEfrayim wasukelana nomoya; usukela ulophu lwasempumalanga. Imini yonke wandisa amanga nembuqo; banqophisana neAsiriya, kusiwa ioli eYiputa.

Uhoseya 12

Uhoseya 12:1-3