Uhoseya 10:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Izigánga zaseAven, isono sikaSirayeli, zotshabalala. Kuya kuhluma imithana enameva neenkunzana ezibingelelweni zabo; baya kuthi kwiintaba, Siseleleni; nakwiinduli, Siweleni.

Uhoseya 10

Uhoseya 10:3-12