Uhoseya 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USirayeli ngumdiliya onabileyo; wazixakathela iziqhamo. Okukhona waba neziqhamo, kokukhona wandisa izibingelelo; okukhona lalungayo ilizwe lakhe, kokukhona walungisa izimiso zamatye.

Uhoseya 10

Uhoseya 10:1-3