Uhoseya 1:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wathi kuye, Mthiye igama lokuba nguYizereli; ngokuba kusaya kuba ngumzuzwana, ndiwavelele amagazi akwaYizereli kwindlu kaYehu, ndibuphelise ubukumkani bendlu kaSirayeli.

Uhoseya 1

Uhoseya 1:1-11