Uhoseya 1:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke inani loonyana bakaSirayeli liya kuba ngangentlabathi yaselwandle, engàlinganiswayo, engàbalwayo; kuthi endaweni yokuba kuthiwe kubo, Aningabantu bam, kusuke kuthiwe kubo, Ningoonyana bakaThixo ophilileyo.

Uhoseya 1

Uhoseya 1:9-11