Uhezekile 9:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amaxhego, amadodana nomthinjana, abantwana nabafazi, babulaleni, ukuze batshabalale; ke bonke abantu abanophawu olo, musani ukufika kubo; nize niqalele ke engcweleni yam. Aqala ke ngamadoda amakhulu abephambi kwendlu.

Uhezekile 9

Uhezekile 9:1-8