Uhezekile 8:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kumi phambi kwazo amadoda angamashumi asixhenxe kumadoda amakhulu endlu kaSirayeli, noYazaniya unyana kaShafan emi phakathi kwawo, iyileyo iphethe ngesandla isiqhumiselo, kunyuka ivumba lelifu lokuqhumisela.

Uhezekile 8

Uhezekile 8:6-14