Uhezekile 7:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aliyi kuba nanceba kuwe iliso lam, ndingakucongi; ke ndiya kuwabeka phezu kwakho ngokweendlela zakho amasikizi akho phakathi kwakho; názi ukuba mna Yehova ndingobethayo.

Uhezekile 7

Uhezekile 7:4-11