Uhezekile 7:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku isiphelo sikufikele; ndiya kuwukhuphela umsindo wam kuwe, ndikugwebe ngokweendlela zakho, ndiwabeke phezu kwakho amasikizi akho onke.

Uhezekile 7

Uhezekile 7:1-5