Uhezekile 7:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isilivere yabo baya kuyiphosa ezitratweni, negolide yabo ibe yinto engcolileyo kubo. Isilivere yabo negolide yabo ayiyi kuba nako ukubahlangula ngemini yokuphuphuma komsindo kaYehova; abayi kuwuhluthisa ngayo umphefumlo wabo, nombilini wabo bangàwuzalisi ngayo; ngokuba yaba sisikhubekiso sokuba babe gwenxa.

Uhezekile 7

Uhezekile 7:17-21