Uhezekile 48:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke amawaka amahlanu aseleyo ebubanzini, kumawaka angamashumi amabini anamahlanu, àkangcwele; ngawomzi, ngawendawo yokuma neyephandle.

Uhezekile 48

Uhezekile 48:9-24