Uhezekile 48:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ababingeleli abangcwalisiweyo koonyana bakaTsadoki, abasigcinayo isigxina sam, abangandwendwanga ekundwendweni koonyana bakaSirayeli, njengoko bandwendwáyo abaLevi,

Uhezekile 48

Uhezekile 48:7-13