Uhezekile 47:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Licala lasentla ke elo. Icala langasempumalanga, phakathi kweHawuran neDamasko neGiliyadi nelizwe lakwaSirayeli, yiYordan; nothabathela emdeni lowa, nise phezu kolwandle lwangasempumalanga ukulinganisa. Licala lasempumalanga ke elo.

Uhezekile 47

Uhezekile 47:10-23