Uhezekile 46:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kum, Le yindawo apho ababingeleli bophekela khona idini letyala, nedini lesono. Bosela khona umnikelo wokudla, ukuze bangaphumi nawo, baye entendelezweni engaphandle, ukuba bangcwalise abantu.

Uhezekile 46

Uhezekile 46:16-24