Uhezekile 44:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Bonke oonyana bolunye uhlanga, abangalukileyo ngentliziyo, abangalukileyo ngenyama, abayi kungena engcweleni yam, bakubo bonke oonyana bolunye uhlanga, abaphakathi koonyana bakaSirayeli.

Uhezekile 44

Uhezekile 44:1-17