Uhezekile 44:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kothi, ekungeneni kwabo ngamasango entendelezo ephakathi, bambathe iingubo zelinen; kungabikho nto yoboya kubo ekulungiseleleni kwabo emasangweni entendelezo ephakathi, naxa bakuyo indlu.

Uhezekile 44

Uhezekile 44:9-20