Uhezekile 43:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoku ke mabakhwelelise kum ubuhenyu babo, nezidumbu zookumkani babo, ndihlale phakathi kwabo ngonaphakade.

Uhezekile 43

Uhezekile 43:3-12