Uhezekile 42:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke akugqiba ukuyilinganisa indlu ephakathi, waphuma nam, wasingisa ngendlela yesango elibheké empumalanga, walinganisa khona, wajikeleza ngeenxa zonke.

Uhezekile 42

Uhezekile 42:10-20