Uhezekile 41:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ububanzi bomnyango bebuziikubhite ezilishumi; amacala omnyango aba ziikubhite ezintlanu ngapha, iikubhite ezintlanu nangapha. Wabulinganisa ubude bayo, baziikubhite ezimashumi mané, ububanzi baziikubhite ezimashumi mabini.

Uhezekile 41

Uhezekile 41:1-7