Uhezekile 40:49 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubude bevaranda baba ziikubhite ezimashumi mabini, ububanzi baba ziikubhite ezilishumi elinanye ngasezinyukweni, ebe kunyukwa ngazo kuyiwe kuyo. Bekukho iintsika ngasezintsikeni zomnyango, enye ngapha, enye nangapha.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:40-49