Uhezekile 40:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iingqameko zalo zabheka entendelezweni ephandle; zibe zinamasundu iintsika zalo. Ukunyuka ukuya kulo kwaba nezinyuko ezisibhozo.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:28-32