Uhezekile 40:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ukuthabathela phambi kwesango lokungena, kuse phambi kwevaranda yesango eliphakathi, zaba ziikubhite ezimashumi mahlanu.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:8-20