Uhezekile 40:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke umda phambi kwamagumbi okulinda wawuyikubhite enye ngapha, wayikubhite enye nangapha umda; amagumbi okulinda aba ziikubhite ezintandathu ngapha, aba ziikubhite ezintandathu nangapha.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:7-22