Uhezekile 39:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Neentlanga ziya kwazi ukuba indlu kaSirayeli yathinjwa ngenxa yobugwenxa babo; ngenxa enokuba bamenezáyo kum, ndabusithelisa ubuso bam kubo, ndabanikela esandleni sababandezeli babo, bawa likrele bonke bephela.

Uhezekile 39

Uhezekile 39:14-27