Uhezekile 38:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva kwemihla emininzi ùya kuvelelwa; ekupheleni kweminyaka leyo uya kufika elizweni elibuyisiweyo ekreleni, libuthiwe ezizweni ezininzi; ufike ezintabeni zakwaSirayeli ezahlala zibharhile. Lona likhutshwé ezizweni, baza bahlala bekholosile bonke bephela.

Uhezekile 38

Uhezekile 38:2-16