Uhezekile 37:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke kum, Nyana womntu, aya kuphila na ke la mathambo? Ndathi, Nkosi Yehova, kwazi wena.

Uhezekile 37

Uhezekile 37:1-7