Uhezekile 37:27-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Umnquba wam uya kuba phezu kwabo, ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam; zazi iintlanga ukuba ndinguYehova