Uhezekile 37:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bohlala ezweni elo, ndalinika umkhonzi wam uYakobi, ababehleli kulo ooyise; bahlale ke khona, bona nabantwana babantwana babo kude kuse ephakadeni; uDavide, umkhonzi wam, abe sisikhulu sabo ngonaphakade.

Uhezekile 37

Uhezekile 37:17-27