Uhezekile 37:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Niya kwazi ukuba ndinguYehova, ekuwavuleni kwam amangcwaba enu, nasekuninyuseni kwam, niphume emangcwabeni enu, bantu bam.

Uhezekile 37

Uhezekile 37:8-16